Streets, Raps & Us

by Rattex

/
  • Streaming + Download

    Includes unlimited streaming via the free Bandcamp app, plus high-quality download in MP3, FLAC and more.

      €1.50 EUR  or more

     

  • Compact Disc (CD) + Digital Album

    Comes in slimline jewel case with colour booklet featuring artwork by spo0ky.

    Also includes immediate download of 11-track album in your choice of 320k mp3, FLAC, or just about any other format you could possibly desire.
    ships out within 3 days

      €4.30 EUR or more 

     

  • Mail Order CD (no credit card required)

1.
03:05
2.
03:36
3.
03:41
4.
5.
03:28
6.
03:00
7.
03:27
8.
9.
10.
(free) 03:05
11.
(free) 03:41

about

Rattex is back with a banging EP that cements his place as one of South Africa’s foremost hip hop talents. With production by Hipe, Dplanet and a special remix by Swiss electro-dub band Filewile, expect more kasi fire straight from the dusty streets of Khayelitsha.

This is Rattex’s first release since his debut solo album, Bread and Butter. Rattex has just returned from an extensive European tour that saw him tear up stages at an impressive list of Festivals including Paleo Festival (CH), Electron Festival (CH), Fusion Festival (DE), B-Sides Festival (CH) and JazzParade (CH).

The digital EP comes with an extended artwork pack (PDF) designed by spo0ky. It also includes 2 acapellas for all the DJs and remixers out there. Although this is primarily a digital release, a limited number of CDs will be available at The African Music Store and via mail order.

credits

released August 16, 2010

Produced by Hipe and Dplanet
Mastered by Dplanet at Pioneer Unit Studios, Cape Town

tags

license

Some rights reserved. Please refer to individual track pages for license info.

about

Pioneer Unit Records Cape Town

We develop artists who understand the cultural significance of representing the reality of life in South Africa. Whilst deeply rooted in Hip Hop culture, we push aesthetic boundaries. Our sound is influenced by a wide variety of music, everything from Roots, Dub and Dancehall, to Electro, Detroit Techno, Dubstep, Grime and naturally, the sounds of Africa. ... more

contact / help

Contact Pioneer Unit Records

Streaming and
Download help

Shipping and returns

Redeem code

Track Name: Ewe Nje
Chorus_

Verse 1_
Dlala number number/
nants ityhefu yerhamba/
wena one side uze ngodlala/
noba ningavala/sizodala/
apha kukwa hiphop, iRap and futhi akulalwa/
njengezihlangu zexhego bathi soze sishayine/
but what, le pop bayenzayo soze ilaste/
mavovo, alahl imbo ngophoyiyane/
kunxitywa ooskinny jeans baleq iRap yezitabane/
(he he he!) estratweni Rah bathathe/
batheth iChampagne, batheth iMoto mabapake/
sithetha ngezitrato kule rap mabasincame/
(awe) salute masiyibambeni masoja/
(nale) shit ye media iYasi costa/
masiqine madoda alikho ixesha lofeketha/
indoda ikhwele ihashi layo iqiniseke ngokulibhexesha/
sine albums kodwa eshop azikho iCD/
senz iVideo kodwa abazidlali etv/
underground, kuwe iindaba mfana zimbi/
basenzela swaak njenge ndoda efa yi T.B/

Chorus_

Verse 2_
ewe nje/ vele ke/ hiphop ke/ sithi ke/
estratweni siyiphethe ke/ ugcwele neh/ moja ke/
why nimisa umcimbi without agenda/
nisixelela amasimba ngale shit ye swagga/
ireal emceez kuthwa azina swag/
yilonto ungaziboni nakwi cover ye hype mag/
kule hiphop fak izaza uzobona/
kule hiphop nxiba icici uzobonwa/
kule hiphop nxiba ishit uzonconywa/
awunawo a-maKip-Kip bayakuringa uba uyabhora/
indaba isukile,sithi sisamile/
hiphop ishubile/
iZulu lidumile/
we like amaxhego aphethwe zijuvi/
kodwa ndisekhona Hip Hop ngeke ubengumfi/

hook and scratches till end

Ewe nje!!!!!!!!
Track Name: Sikubo
Verse 1_
Ndangena, sendihamba phantsi njenge ntuku/
ndingena sendibuza ukuba ikweliph icala inyhuku/
ratteezy, yebo la emcee izis iintlungu/
sometimes ichith imizi so ungandibiz induku/
oomrapper, wofika beme pha besiscuku/
ungagqiba basentweni kanti bubuphukuphuku/
andisarepi nje, mna ndifuna ukwenz inyhuku/
oomrapper bama groupie bona bayo atshiva iimpundu/
mna ndinge rap, so 2nd half nge chicks/
ndibhal irhymes emilebeni, its time you read my lips/
unebeef wena nam akho ngxaki akho ngxoxo/
lomzuzu ubeefa nam ndenz imali kulomboko/
once kuqal ibeat umarah-rah unge action/
hlala estagin mfana ndide ndithol ipension/
ufun ungena ekhaltsha better watch what you mention/
ungena ungaphumi ubuso bakho epavementin/
im omnye waba mrapper bokuqala/
hiphop iseyiyo before simamel amanyala/
hiphop iseyiyo before sinxibe ooskinny jeans/
before igcwal iChicks ezinxiba iHigh heals/
before nathi sinxibe iMpahla ezibhanya-bhanya/
before ne media iYazi iRap izokhanya/

Verse 2_
Pioneer, kulapho ndizofela khona/
estratweni, kulapho uzondibhaqa khona/
yona ibeer, yilonto uzondibona ndiyi mhomha/
ndibe ndi bump iHip Hop nditsicela onomona/
bayalarhisa abamrapper xa bemisa ngestrato/
but indaba xa ishuba bonke bakhwaza oomama babo/
why uzenza ukhanda shisa ndoda andi undastendi/
uyawudlala upuca wakho but ku rah hayi uesti/
Rattex, Dplanet siyityhontyti nenxila/
but nina, nizi g-strings nomsintsila/
nawe umisa ngobukasi hay unganya kum Rha/
sorry wena mamas baby ungazoxhomel uRah/
ndibavile bayathetha bathi urah une ego/
kungcono ubene ego than iSpirit se eno/
7784, gcwala nge khaltsha star/
Pioneer Unit kukwangqingetye my bra/
Track Name: Let's Move
Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Verse 1_
zizo mhle ezi zase pioneer
Rattex, Hipe, D, yaqal iShit this year (asiva ke!!!)
ewe zezi zivutha bhe
sinik iMic, uthi beat, umele qelele
uthi tshankura after that indab ihlangene
uxozekile? then faka iCash espare
(talking)
Haysuka Dplanet! Udlalile ngale beat ndoda, ndiyancoma mfethu
(rapping)
ndisatsho futhi andizidlali igames ezi fair
ndingu Ratteezy aka mic nightmare
usene beef nam? you are so last year
(Pioneer!) indaba ndaba iSukile
uyeva nawe ngale rap we take em there
joina nawe, okanye ke uskhwelele
asishoti ngawe, phofu nezitulo ziphelele
nam bendisenz ifavour ngoba uphelelwe (lwe)

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Verse 2_
Ndabuya futhi kuni mamenemene
ndiyabona nigcwel ikwali nisandiqumbele
indaba yhini? The fact that ndiphumelele
maara ndisafana nani khanindiyekele
(hehe!!) wahleka umrapper wokwenene
wathi laqa ebhiyeni umfana uzipholele
anganuka amasimba ukhona ozimoshele
anyways, ndilapha nje ndizphandele
ndipheth imedi eright, engumthebelele
and yona kum ingumhlobo wokwenene
thats unomona ngoba upheth ifele
(hehe!!) uyesu krestu akusikelele
why uhamba uthetha ngam ubhaya iFekefeke
ndiyi latsotsi yazalelwa phezu kwe pavemente
so ngestrato urah ngeke umxelele
nale rap kukutya kwam soze ndikusikele

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Bridge_
Pioneer thina siyaphambili neh
Rattex naye uyaphambili neh
uthanda thina nawe uzoya phambili
so hlala ubambelele kukufutshane phambili

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali
Track Name: Kuse Khaltsha La
Verse 1 (BraZuka)_
Ingathi nguGatsha neNkatha on the mic masizabalaza/
akho kans yongcatsha noSlayza/
fake emceez ziyatshabalala/
like they got a disease, xa zibhala iirhymez ziyarhaqaza/
xa zibamba iMic ziya-a-aza/
nantsi iPaparazzi seyifuna ubufakazi/
bathi bafuna ukwazi/
ngobani aba bayi two bayithulula kangaka/
noba seyikabani iparty thina siyajuxuza kamnandi/
sinishushubeza igazi/
iiwalisa ziphuza iDusti/
You movin too fast, slow down/
ya actin like groupies at the shows that act like they dont want it/
but we know they wanna go down/
I zone out when I hear a HIPE beat blowing loudly through the speakers/
we are the true heat seekers/
the chosen few to do the feature/
BraZuka and Rattex, pantsulas with mad swag/
sikubhathula nge slang cat/
asifuni sibe sithetha-thetha, sifuna nje itshankura yethu sibeke flat/

Verse 2 (Rattex)_
Ngobani aba sebefika benza ubushushu la?/
sithi ha/ ezase Khayelitsha iiMutha fuckaz qha/
uyabona akho mathobhi so siyakucela ungazo shit(a) la/
khinxi pha/ senza ubudyivi-dyivi apha bra/
iCorner, intsango, iRap faka ibeer pha/
HIPE, BRAZUKA, RATTEX sijimile rha/
apha kudliwa utywala qha/
kudliwa nesigcugcuva/
and asisibandezi itsheri yakho sizakubhebhela/
okwakho siyakuthathela/
noba ungamangala, ntsabayeni sibuya ngawe nca/
noba ungabaleka kodwa unyoko sizom kidnapp/
noba ungadadama uzogcwala makukhala blah/
uwukhombe onotywala star/
watta ting? injalo qha/
ndithetha endikwaziyo, endikubonayo andishwaqi nah/
zibambe va/ ugcwale ha/
kufike ezase Khaltsha la/
kufike ezase Khaltsha la/
Track Name: Ndiselapha
Verse 1_
Yadropa iBREAD AND BUTTER zatsho zathetha nezibhari/
the more zithetha, the more ndifila Irie/
bonke abandithandayo ningastresi, ningawari/
ndizogcwala indawo yonke njenga makrwala ngoJanuary/
heres the fact sure lomjita uRah uSpecial/
nina niyashishiza njenge tv engena aerial/
kudala nizama but kunzima ufika kwi final/
kungqina naMuslims that Im hot more than iHalaal/
nithi niziKings, inoba nidakwe yimbamba/
Rattex uselapha ndisezokwenza lama ada/
combination yeLightning and thunder/
ndinishiye niwandarisha like iMissed call ye private number/
njengo Makhendlas mayibephezulu yona iminwanwa/
nithenge iiToilet paper nizonya yiKhaltsha animal/
phushe le shir from Cape town to eVredendal/
ezi zithetha kakhulu kule game zona azingeni ndawo/
andithethi nezi fakes zingena backbone/
haters ecaleni, majita isukile lets go/
I got more rhymes, more tactics and more flows/
if uyazifuna yiza kum ndikunike nge loan/

Verse 2_
Ndiyazama uAndastenda but ziyandibhida zonke ezi dumb-dumb/
kunzima uritsha iGold but zifuna uritsha iPlatinum/
ngoku makucace uMrapper wenembe kwi nestum/
kuvele ibhetyebhetye enkunzini sure nguRah son/
andithethi kakhulu/ andicothi njengo makhulu/
ndiza njenge nyoni everyday ndibheka phezulu/
ungazodlala nam ndinawo umhlambi wam khazi/
so ezi haters and fakers they cant break us/
so dont "F" with me/ you want me?/
come and get me/
hoods they know me/ these streets they believe in me/
H to the I P/ to H.O.P/
thats the life I chose to live, what you want from me?/
khawundiyeke sbari/ kulomhlaba andidlali/
ndivula ngapha, ndivale ngapha ngoba ndifuna okwami/
indoda ema phambi kwami/ izozisola nyhani/
ngoba mna ndiyatyhudisa noba indoda ibukhali/
sawa isichotho/ wangena umnotho/ wavulek umqondo/ yacaca enempondo/
Rattex siskhokho/ yeah sure siskhokho/
le hiphop lukholo/ hiphop lukholo/WHAT!!!
Track Name: Ngu Rah
Verse 1_
Ndisengula mrapper weCorner nePavement
Ongena xa bethetha kuvele kutshintshe iStatement
MaRah-Rah gcwala ngelogama madala
I'm the shit enuka phu neSpray sakho siyadlala ncambalala
Kukhala esam iscathulo mfana
Uthini? andiva? nalo mlomo uzawuvala
Hipe, kufike ixesha lokuba sirane le show
Mean kudala bezenzela, now its time to go
Naba mrapper qin'intloko now they bound to know
ukuthi uHipe noRattex how they keepin it floooow
And now that Im back eGamin
ndizoyijonga indoda ebusweni, ingcangcazele eStagin
Itsho nayo iqale iqonde uba ziyabila apha emzin
Ndibe shame ndibukele, ndithatha iSkyf enkawuzen
Andidlali embokweni, ndisi Strangler seMic
Andilali eqongeni, I keep my crowd all live

Verse 2_
Ndingumqaba-qaba igqabi leGanja
Sendiphinda ndishaya izingquza ndizodala amawaza
Ofuna uthetha ndiyamcela aphakame
or forever hold your peace till lendaba ivalwe
Benirepa but nisibhora ukufa
ngoku iiElder zifikile, sithi indlu ukutsha
Nenza kancane njengee Mini Cooper
Cima mculo, cima zibane ndim iParty pooper
Andikatshintshi ndisahamba neeNgcuka
kuse Khaltsha la, ungabuza uBraZuka
Bekumnandi imbiza ihleka iketile
Nonwabile just because ndinqabile
Nakhamisa ngok uRah ubuyile
Nisaplota amagqubu apha kum ninyile
Track Name: My One
Verse 1_
From the very 1st day ndikubona estratweni
yabetha intliziyo ndaziva ndiseluthandweni
ndatsho ndanombono kunganjani emtshatweni
sime phambi komfundisi ndikufaka iring emnweni
Mindeni yethuimile emva kwethu
uncumo, uthando, bevuya abantu bethu
Oh! Para-ra wam Uminxiza wam
Qebengwane lam Oh! wena gwinya lam
Khawundithathe undenze owakho
Undithathe undenze isicaka sakho
Undithathe, noba undenze inja yakho
Akho ngxaki as long ndise Life(in) yakho

Verse 2_
I still cant believe ukuba ndinawe ngelithuba
to be your soulmate lonto kum was just iphupha
Ngoku sonwabile ngoba singumtya nethunga
always sisobabini just like iMatches necuba
Its true xa kuthiwa ubomi butshintsha nangomzuzu
my life was like iWinter but wena wandenza shushu
Uyinzwakazi endodeni uzisa ulwazi
(mmmgci) for wena ndizolikhupha ikhazi
Sthandwa sam ntliziyo yam bomi bammphefumlo wam mama wabantwana bam
Oh since I met you njenge gusha ndalulama njenge ntyatyambo nobomi
batsho baqhama
ndazisa izipho njenge zithunywa kunyana
sahlala kwakhanya baphela nobumnyama
Sisikelelekike nabazali abasoli
Uthando lwam nawe luncanywe nangumtyholi
Track Name: Let's Move (Filewile Remix)
Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Verse 1_
zizo mhle ezi zase pioneer
Rattex, Hipe, D, yaqal iShit this year (asiva ke!!!)
ewe zezi zivutha bhe
sinik iMic, uthi beat, umele qelele
uthi tshankura after that indab ihlangene
uxozekile? then faka iCash espare
(talking)
Haysuka Dplanet! Udlalile ngale beat ndoda, ndiyancoma mfethu
(rapping)
ndisatsho futhi andizidlali igames ezi fair
ndingu Ratteezy aka mic nightmare
usene beef nam? you are so last year
(Pioneer!) indaba ndaba iSukile
uyeva nawe ngale rap we take em there
joina nawe, okanye ke uskhwelele
asishoti ngawe, phofu nezitulo ziphelele
nam bendisenz ifavour ngoba uphelelwe (lwe)

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Verse 2_
Ndabuya futhi kuni mamenemene
ndiyabona nigcwel ikwali nisandiqumbele
indaba yhini? The fact that ndiphumelele
maara ndisafana nani khanindiyekele
(hehe!!) wahleka umrapper wokwenene
wathi laqa ebhiyeni umfana uzipholele
anganuka amasimba ukhona ozimoshele
anyways, ndilapha nje ndizphandele
ndipheth imedi eright, engumthebelele
and yona kum ingumhlobo wokwenene
thats unomona ngoba upheth ifele
(hehe!!) uyesu krestu akusikelele
why uhamba uthetha ngam ubhaya iFekefeke
ndiyi latsotsi yazalelwa phezu kwe pavemente
so ngestrato urah ngeke umxelele
nale rap kukutya kwam soze ndikusikele

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Bridge_
Pioneer thina siyaphambili neh
Rattex naye uyaphambili neh
uthanda thina nawe uzoya phambili
so hlala ubambelele kukufutshane phambili

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali
Track Name: Ngu Rah (Remix)
Verse 1_
Ndisengula mrapper weCorner nePavement
Ongena xa bethetha kuvele kutshintshe iStatement
MaRah-Rah gcwala ngelogama madala
I'm the shit enuka phu neSpray sakho siyadlala ncambalala
Kukhala esam iscathulo mfana
Uthini? andiva? nalo mlomo uzawuvala
Hipe, kufike ixesha lokuba sirane le show
Mean kudala bezenzela, now its time to go
Naba mrapper qin'intloko now they bound to know
ukuthi uHipe noRattex how they keepin it floooow
And now that Im back eGamin
ndizoyijonga indoda ebusweni, ingcangcazele eStagin
Itsho nayo iqale iqonde uba ziyabila apha emzin
Ndibe shame ndibukele, ndithatha iSkyf enkawuzen
Andidlali embokweni, ndisi Strangler seMic
Andilali eqongeni, I keep my crowd all live

Verse 2_
Ndingumqaba-qaba igqabi leGanja
Sendiphinda ndishaya izingquza ndizodala amawaza
Ofuna uthetha ndiyamcela aphakame
or forever hold your peace till lendaba ivalwe
Benirepa but nisibhora ukufa
ngoku iiElder zifikile, sithi indlu ukutsha
Nenza kancane njengee Mini Cooper
Cima mculo, cima zibane ndim iParty pooper
Andikatshintshi ndisahamba neeNgcuka
kuse Khaltsha la, ungabuza uBraZuka
Bekumnandi imbiza ihleka iketile
Nonwabile just because ndinqabile
Nakhamisa ngok uRah ubuyile
Nisaplota amagqubu apha kum ninyile
Track Name: Ewe Nje Acapella
Chorus_

Verse 1_
Dlala number number/
nants ityhefu yerhamba/
wena one side uze ngodlala/
noba ningavala/sizodala/
apha kukwa hiphop, iRap and futhi akulalwa/
njengezihlangu zexhego bathi soze sishayine/
but what, le pop bayenzayo soze ilaste/
mavovo, alahl imbo ngophoyiyane/
kunxitywa ooskinny jeans baleq iRap yezitabane/
(he he he!) estratweni Rah bathathe/
batheth iChampagne, batheth iMoto mabapake/
sithetha ngezitrato kule rap mabasincame/
(awe) salute masiyibambeni masoja/
(nale) shit ye media iYasi costa/
masiqine madoda alikho ixesha lofeketha/
indoda ikhwele ihashi layo iqiniseke ngokulibhexesha/
sine albums kodwa eshop azikho iCD/
senz iVideo kodwa abazidlali etv/
underground, kuwe iindaba mfana zimbi/
basenzela swaak njenge ndoda efa yi T.B/

Chorus_

Verse 2_
ewe nje/ vele ke/ hiphop ke/ sithi ke/
estratweni siyiphethe ke/ ugcwele neh/ moja ke/
why nimisa umcimbi without agenda/
nisixelela amasimba ngale shit ye swagga/
ireal emceez kuthwa azina swag/
yilonto ungaziboni nakwi cover ye hype mag/
kule hiphop fak izaza uzobona/
kule hiphop nxiba icici uzobonwa/
kule hiphop nxiba ishit uzonconywa/
awunawo a-maKip-Kip bayakuringa uba uyabhora/
indaba isukile,sithi sisamile/
hiphop ishubile/
iZulu lidumile/
we like amaxhego aphethwe zijuvi/
kodwa ndisekhona Hip Hop ngeke ubengumfi/

hook and scratches till end

Ewe nje!!!!!!!!
Track Name: Let's Move Acapella
Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Verse 1_
zizo mhle ezi zase pioneer
Rattex, Hipe, D, yaqal iShit this year (asiva ke!!!)
ewe zezi zivutha bhe
sinik iMic, uthi beat, umele qelele
uthi tshankura after that indab ihlangene
uxozekile? then faka iCash espare
(talking)
Haysuka Dplanet! Udlalile ngale beat ndoda, ndiyancoma mfethu
(rapping)
ndisatsho futhi andizidlali igames ezi fair
ndingu Ratteezy aka mic nightmare
usene beef nam? you are so last year
(Pioneer!) indaba ndaba iSukile
uyeva nawe ngale rap we take em there
joina nawe, okanye ke uskhwelele
asishoti ngawe, phofu nezitulo ziphelele
nam bendisenz ifavour ngoba uphelelwe (lwe)

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Verse 2_
Ndabuya futhi kuni mamenemene
ndiyabona nigcwel ikwali nisandiqumbele
indaba yhini? The fact that ndiphumelele
maara ndisafana nani khanindiyekele
(hehe!!) wahleka umrapper wokwenene
wathi laqa ebhiyeni umfana uzipholele
anganuka amasimba ukhona ozimoshele
anyways, ndilapha nje ndizphandele
ndipheth imedi eright, engumthebelele
and yona kum ingumhlobo wokwenene
thats unomona ngoba upheth ifele
(hehe!!) uyesu krestu akusikelele
why uhamba uthetha ngam ubhaya iFekefeke
ndiyi latsotsi yazalelwa phezu kwe pavemente
so ngestrato urah ngeke umxelele
nale rap kukutya kwam soze ndikusikele

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali

Bridge_
Pioneer thina siyaphambili neh
Rattex naye uyaphambili neh
uthanda thina nawe uzoya phambili
so hlala ubambelele kukufutshane phambili

Chorus_
Let's move noba simuvela ngaphi,
just as long endleni singapheli, singathyafi
Let's move noba simuva kanjani,
just as long sisaphila isangena nemali